Umqol’uphandle (Grade 12 setwork)

R281.90

UDick akalali buthongo buhlayo, uhla enyuka ephanda ngelifa likaEddie. Ufumana itape recorder eshicilelwe nguEddie. Iindaba azifumanayo kule tape recorder zezothusayo. Yeka ke ukuya kufuna uncedo emapoliseni ukuba amncede ukuya kubamba ezo zokrelemnqa nababulali bakaEddie. Kanti ngoobani ababulali? Bembulalela ntoni? Ngenene umntu ngumva wekhabhathi! Ngokunene UMQOL’UPHANDLE!!! Akukho nto ifihlakala kuphele-e-e! Mfundi! Zifundele le noveli inomdla kangakanana, ukuze uzivele ngokwakho ukusonjululwa kwesi sishiqi.

View Cart
ISBN: 9781415410103
Categories: , , ,

Description

Umqol’ uphandle is a novel written in isiXhosa