Owu! Hayi Ukuzenza

R285.90

Le ncwadi isichazela ngendoda engafuniyo ukukhula, esoloko isiva ngonina yonke into.

View Cart
ISBN: 9780702170768
Categories: , , , , , , , , ,

Description

Owu! Hayi Ukuzenza is an isiXhosa novel


Owu! Hayi Ukuzenza yincwadi esichazela ngendoda engafuniyo ukukhula. Yindoda esoloko isiva ngonina yonke into. Ithi indoda isiya kusebenza emazweni, kanti izakushiya umama wayo enukeneza umtshakazana lo ngaso sonke isithuko esikhoyo phantsi komthunzi welanga. Ide imthuke ngokuba ligqolo. Athi akuba esiva oluxinezelelo umtshakazana lo axolele nantoni ukuba makavuyise abantu bomzi wakhe. Uthi akukruquka umakoti aqonde ukuba ubomi bakhe abuphelelanga ekwendeni makahambe ayokuphucula ubomi bakhe kunye nomntwana wakhe. Ithi indoda isothuka izinto ziyihambela kakubi ifune ukubuyela emfazini. Yamangaliswa yinto yokuba ihleli nje izinto asifani ngokohlobo ebicingela ukuba zingalo.