Iziphumo zodendo

R272.90

Umbhali uzama ukuphuhlisa ingozi yokungazi.

View Cart
ISBN: 9780868744797
Categories: , , , , , , , , ,

Description

Iziphumo zodendo is a drama written in isiXhosa. The title means “The results of retrenchment.”


Lo ngumdlalo ochaza ngobuchule iziqhamo zodendo. Ungosapho oluhluphekileyo nge-nxa yokuba utata walo nobe ekuphela kwe-themba labo lokuphila ephelelwa ngumsebenzi. Ujonga enkalweni kwizithembiso zikaRhulumente kodwa ubuya nelize. Oku kuba neziqhamo ezibi kakhulu.

Ingaba kusa kude kulunge? Zifundele.