Umqol’uphandle
R204.90
Le ncwadi ichaza ngento eyaziwa nangubani, kodwa ekufumaniseka ukuba bakhona abantu abangayinanziyo eyokuba ubugewu abuhlawuli, ingalo yomthetho inde!
Description
Umqol’ uphandle is a novel written in isiXhosa